1/13
Amakhadi okufunda kwicandelo A leSyllabus yeeKlasi zeConfirmation kwiMethodist Church in South Africa.
Name | Mastery | Learn | Test | Matching | Spaced | Call with Kai | Chat |
|---|
No analytics yet
Send a link to your students to track their progress
Igqobhoka ngulowo ukholwa ukub uThixo uzibonakallsile ngokwakhe ngo __________.
Yesu Kristu
Igqobhoka yamnkela uYesu njenge Nkosi yakhe __________.
nomsindisi
Iinkolo zobu kristu zisekwe phezu kwebhayibhile zaza zaphuhliswa kwinkolo __________.
yaba postile
Kwinkolo yabapostile, uYesu Kristu owazalwa ngomoya oyingcele wazalwa yintombi u__________.
Mariya
UYesu weva ubunzima phantsi ko __________ wabethelwa emnqamlezweni wafa wangcwatywa.
Pontyusi Pilati
UYesu wehlela __________ uthe ngomhla wesithathu wabuya wavuka ekufeni.
eHadesi
Ukukhow ku Thixo uyise, unyana nomya oyingcwele kukubeka __________ lethu kuye kobu bomi de kubesephakadeni.
ithemba
Xa sisithi uThixo ungamandla onke umdali wezulu nomhlaba, Udala zonke izinto aze __________ athande konke akudalileyo.
alondoloze
UThixo unamandla onke kuba ungumphathi wephakade nehlabathi, way unamandla onke okufeza __________ yakhe.
injongo
Igama elithi Kristu uthatyathwe kwigama lama Grike elithi 'Christos' eliyinguqulelo yegama lesi Hebere elingu __________.
Mesiya (wathanjiswa)
UMesiya wazalisekisa isithembiso sika Thixo kuluntu ngeizwe sama Hebere ezokba yikumnkani ezokulawula ngenyaniso __________.
nangoxolo
UYesu Kristu ungunyana ka Thixo okuphela kwakhe kuba kwindalo nemo yakhe mnye noThixo uyise __________.
naphakade
Simbhedesha uYesu ngoNkosi kuba mnye nobawo/kuba yena wazalwa/waphilala/wafa waza wenyuka kwakhona, wohlala ehleli aze __________ ngonaphakade.
alwalule
Kwakungamandla omoya oyingcwele ukuze uYesu azalwe ngumama osebuntwini nayo ngokwakhe wayesebuntwini __________.
nasebungcweleni